Footnote
a Ukuze ubone amanye amanqaku athetha ngalo mxholo funda elithi “Amanyathelo Okuqinisekisa Ukhuseleko Xa Uhamba Nqwelo-moya,” kuVukani! wesiNgesi kaSeptemba 22, 2000; “Uhambe Ngokukhuselekileyo!” kuVukani! wesiNgesi kaSeptemba 8, 2000; “Yintoni Eyenza Zikwazi Ukuhamba Emoyeni?” kuVukani!, kaSeptemba 8, 1999; “Zikhuseleke Kangakanani Iinqwelo-moya?” kuVukani! kaMatshi 8, 1999; “Ukoyika Ukuhamba Ngenqwelo-moya—Ngaba Kubangela Ungahambi Ngayo?” kuVukani! wesiNgesi kaSeptemba 22, 1988.