Footnote
d Abantu abatshayayo abanesi sifo bazibeka esichengeni ngakumbi, kuba ukutshaya kwenza umonakalo kwintliziyo nakwinkqubo yokujikeleza kwegazi, yaye kuvala nemithambo yegazi. Enye incwadi ithi kubantu abanesifo seswekile abanqunyulwa imilenze, ama-95 ekhulwini kubo ngabantu abatshayayo.