Footnote
f Abezonyango bancomela ukuba abantu abanesifo seswekile basoloko bephatha amakhadi okanye banxibe isacholo okanye intsimbi yomqala echaza ukuba banesifo seswekile. Xa kunzima ezi zinto zinokubusindisa ubomi babo. Ngokomzekelo, xa iswekile ihlile, kunokwenziwa impazamo kucingwe ukuba umntu ugula yenye into okanye unxilile.