IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

g Kubantu abanesifo seswekile, abamalunga nama-90 ekhulwini bane-Type 2 diabetes. Kwakufudula kusithiwa abantu abanolu hlobo lweswekile “akuyomfuneko ukuba bafumane i-insulin” okanye olu hlobo luhlasela “abantu abadala.” Noko ke, oku akuyonyaniso, kuba abantu abamalunga nama-40 ekhulwini kubantu abane-Type 2 diabetes kufuneka bafumane i-insulin. Ukongezelela koko, landa ngokothusayo inani labantu abaselula—yaye abanye kubo abakafiki nakwiminyaka yeshumi elivisayo—abane-Type 2 diabetes.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share