Footnote
b Ukuhlamba umzimba kumNayile “kwakuyinto eqhelekileyo kwiYiputa yamandulo,” itsho njalo i-Cook’s Commentary. “UmNayile wawunqulwa njengendawo ekwavela kuyo . . . uOsiris, yaye kwakusithiwa kumanzi awo kuphuma amandla angaqhelekanga adlulisela ubomi nokuchuma.”