IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a Phantse kuzo zonke iindawo elivela kuzo kwiZibhalo ZamaKristu ZesiGrike okanye “iTestamente Entsha,” igama elithi “uthando” liguqulelwe ngokusuka kwigama lesiGrike elithi a·gaʹpe. Ua·gaʹpe luthando olusuka entliziyweni kuba lusekelwe kumgaqo, ngoko kulindelekile yaye kufanelekile ukuba nalo. Noko ke, oku akuthethi kuthi olu thando alunakuba nzulu.—1 Petros 1:22.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share