Footnote
c Ukuba uvakalelwa kukuba imithandazo yakho ayiphulaphulwa ngenxa yesono esinzulu osenzileyo, thetha nabazali bakho. Kwakhona, ‘biza amadoda amakhulu ebandla [ukuze akuncede].” (Yakobi 5:14) Abadala banokukunceda ube nolwalamano oluhle noThixo.