Footnote
b UVukani! akakhuthazi hlobo luthile lwendlela yokutya. Mntu ngamnye umele ahlolisise indlela ayikhethayo aze adibane nogqirha ngaphambi kokuba azenzele isigqibo ngokutya akukhethayo. Musa ukutya kuba nje kuthandwa ngabantu abaninzi kodwa kuyingozi.