Footnote
b Izazi ngeenkwenkwezi zaseGrisi zaba zezokuqala ukubala ubude, ububanzi nokuphakama kwezinto. Abaphengululi abangamaSilamsi basebenzisa itrigonometry ukuze bazi icala ekulo iMecca, esesona sixeko singcwele kunqulo lwamaSilamsi. AmaSilamsi athanda ukujonga kwicala ekulo iMecca xa ethandaza. Isithethe sawo sifuna ukuba isidumbu sijongise ngaseMecca xa singcwatywa, ibe ajongisa ngakuyo naxa exhela.