Footnote
c Ingcamango kaBathathu Emnye ivela kwiBhabhiloni yamandulo, apho uthixo welanga uShamash, uthixo wenyanga uSin nothixo weenkwenkwezi uIshtar babenqulwa njengoothixo abathathu. IYiputa yalandela kwaumzekelo ofanayo, inqula uOsiris, uIsis noHorus. Uthixo ophambili wama-Asiriya, uAsshur, uboniswa njengoneentloko ezintathu. Ngokulandela kwaumzekelo ofanayo, kwiicawa zamaKatolika kufunyanwa imifanekiso eqingqiweyo ebonakalisa uThixo njengoneentloko ezintathu.