Footnote
a Ubuncinane kwabakho iinyikima ezintlanu phakathi kowe-1914 nowe-1918 ezaba nobukhulu besi-8 okanye ngaphezulu ngokwesikali sikaRichter—ezazinamandla ngakumbi kunenyikima eyayiseAbruzzi. Kambe ke, ezi nyikima zazikwimimandla ethe qelele yomhlaba, yaye ngaloo ndlela azizange zitsale ngqalelo kangako njengenyikima yaseItali.5