Footnote
a Ngokomzekelo, amaKristu athile enkulungwane yokuqala ayenokunikela ubungqina ngezibakala ezingokwembali engoYesu—ubomi, ukufa nokuvuka kwakhe—ngokusuka kulwazi lobuqu. (IZe. 1:21, 22; 10:40, 41) Noko ke, abantu kamva abakholwayo kuYesu babenokunikela ubungqina ngokuvakalisa kwabanye oko kwakuthethwa bubomi, kukufa nakukuvuka kwakhe.—IZe. 22:15.