Footnote
a Emva kokufumana kwabo oku, uNjingalwazi André Lemaire wanikela ingxelo yokuba ekulungisweni kwelitye elonakeleyo laseMesha (elikwabizwa ngokuba liLitye lakwaMowabhi), elafunyanwa ngowe-1868, kwafunyaniswa ukuba nalo liyathetha ‘Ngendlu kaDavide.’4