IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

c Isiprofeto sikaIsaya esingokuwa kweBhabhiloni sichane kangangokuba abanye abahlalutyi beBhayibhile bathi simele ukuba sabhalwa emva kokwenzeka kweso siganeko. Kodwa, ngokokutsho komphengululi wesiHebhere uF. Delitzsch, amathandabuzo anjalo akayomfuneko ukuba siyasamkela isibakala sokuba umprofeti usenokuphefumlelwa ukuba axele kwangaphambili iziganeko zamakhulukhulu eminyaka ezayo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share