Footnote
b Ngokutsho kombhali-mbali wenkulungwane yokuqala uJosephus, ngowama-70 C.E., indlala yayiqatha kakhulu eYerusalem kangangokuba abantu babesitya iimfele, ingca nefula. Enye ingxelo ibika ukuba, omnye umama woja unyana wakhe waza wamtya.