Footnote
c Ekubeni inkoliso yabafundi bakhe yayiseGalili, kusenokwenzeka ukuba kwakusebudeni besiganeko esichazwe kuMateyu 28:16-20 awathi uYesu wabonakala kubafundi “abangaphezu kwamakhulu amahlanu” emva kokuvuswa kwakhe. (1 Korinte 15:6) Ngoko kusenokwenzeka ukuba kwakukho amakhulukhulu abo xa uYesu wanikela umyalelo wokuba kwenziwe abafundi.