Footnote
c Ukuze ufumane inkcazelo engakumbi ngendlela esifanelwe siphathwe ngayo isizalwana esisusiweyo, bona amacebiso asekelwe kwiZibhalo akwiMboniselo ka-Aprili 15, 1988, iphepha lama-26 ukuya kwelama-31, nekaMatshi 1, 1982, iphepha lama-20 ukuya kwelama-25.