Footnote
d Igama lesiGrike elithi koʹsmos, eliguqulelwe ngokuthi “ihlabathi” yaye amaGrike ayelisebenzisa ukuchaza abantu. Kusenokwenzeka ukuba uPawulos owayezama ukubambelela kwizinto avumelana ngazo naloo maGrike wayethetha nawo, walisebenzisa ngaloo ndlela eli gama.