Footnote
a Into yokuba abantu babezazi ezo nyoka ibonisa ukuba amarhamba ayekho kweso siqithi ngelo xesha. Namhlanje, amarhamba akafumaneki eMalta. Oko kusenokubangelwa kukuguquka kweemeko zentlalo okuye kwenzeka ukutyhubela iinkulungwane. Okanye ukwanda kwabantu kweso siqithi kwawaphelisa amarhamba.