Footnote
c NgoJuni 1880, iZion’s Watch Tower yabonisa ukuba i-144 000 yayiza kuba ngamaYuda awayeza kube sele eguqukile ngo-1914. Noko ke, ngasekupheleni kuka-1880, kwakhutshwa inkcazelo esondeleyo kuleyo siye saqhubeka sibambelele kuyo ukususela ngoko.