Footnote
b Okanye ke, iindaba “ezivela entla” zinokungqineka zivela kuYehova, ngenxa yala mazwi awawathetha kuGogi: “Ndikufake amakhonkco emihlathini, ndikurhole.” “Ndikunyuse uphume ezingontsini zasentla, ndikuse ezintabeni zakwaSirayeli.”—Hezekile 38:4; 39:2; thelekisa neNdumiso 48:2.