Footnote
a Bambi basenokuthandaza kuYesu kuba bekholelwa ukuba unguThixo. Kodwa uYesu wayenguNyana kaThixo, yaye naye wayenqula uYehova, uYise. (Yohane 20:17) Ukuze ufumane ingxubusho eneenkcukacha yalo mbandela, bona incwadi ethi Ngaba Ufanele Ukholelwe KuBathathu Emnye?, epapashwe yiWatch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania.