Footnote
a Ngokuphuma kuhlolisiso lwakhe ngalo mmandla, ingcali yomhlaba uWalter C. Lowdermilk (omela iU.N. Food and Agriculture Organization) waphetha ngelithi: “Eli lizwe lakha laba ngamadlelo ayiparadisi.” Kwakhona wabonisa ukuba imo yezulu yalapho ayitshintshanga kakhulu “ukususela kumaxesha amaRoma,” yaye “‘intlango’ ekweli lizwe lalikade lichumile yabangelwa ngumntu, kungekhona yindalo.”