IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a AbaFarisi babekek’ ityala ngokukhethekileyo ngenkqubo yobuYuda ekhoyo namhlanje, ngoko akumangalisi ukuba amaYuda esafuna iindlela zokuphepha imiqathango emininzi eye yongezelelwa kwiSabatha. Ngokomzekelo, umntu otyelele kwisibhedlele samaothodoki angamaYuda ngeSabatha usenokufumanisa ukuba izinyusi zima kuyo yonke imigangatho ukuze abantu bangenzi “umsebenzi” osisono wokucofa iqhosha lesinyusi. Bambi oogqirha abangamaothodoki bayibhala ngeinki enyamalalayo emva kweentsuku ezimbalwa imiyalelo yokusela amayeza. Siyintoni isizathu soku? IMishnah ikugqala ‘njengomsebenzi’ ukubhala, kodwa ithi “ukubhala” kushiya uphawu olungapheliyo.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share