Footnote
a UJosephus uthi la maRoma awayehlasela asingqonga isixeko, adiliza inxalenye yodonga, yaye ayesele eza kulitshisa isango letempile kaYehova. Oku kwawenza ankwantya amaYuda awayevingceleke ngaphakathi, kuba ayesele ebona ukuba ukufa kusondele.—Wars of the Jews, Incwadi II, isahluko 19.