Footnote
d Ukwazi kukaYohane umbingeleli omkhulu kunye nendlu yakhe kuboniswa ngokubhekele phaya kuloo ngxelo. Xa elinye lamakhoboka ombingeleli omkhulu lityhola uPetros ngokuba ngomnye wabafundi bakaYesu, uYohane uchaza ukuba eli khoboka “lisisalamane somntu lowo undlebe yakhe wayinqumlayo uPetros.”—Yohane 18:26.