Footnote
b Imithandazo enjalo ayiyi kwenziwa esidlangalaleni kwiintlanganiso zebandla, kucelelwe umntwana osusiweyo kubudlelane, njengoko kusenokwenzeka ukuba abanye abayazi imeko yaloo mntu ususiweyo kubudlelane.—Bona IMboniselo, kaOktobha 15, 1979, iphepha 31.