IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

a “Umahluko osisiseko [phakathi kukaYesu nabaFarisi] ucaca xa kuthelekiswa indlela la maqela mabini ayemqonda ngokwahluke ngayo uThixo. Ngokwembono yabaFarisi, uThixo ngoyena mntu ufuna izinto ngenkani; ukanti ngokwembono kaYesu unenceba nemfesane. Kakade ke, umFarisi akakukhanyeli ukulunga nothando lukaThixo, kodwa ngokwembono yakhe oku kwabonakaliswa kwisipho seTora [uMthetho] nasekuzalisekiseni oko akufunayo apho. . . . AbaFarisi babekugqala ukubambelela kwizithethe ezingabhalwanga, nemithetho yazo yokucacisa oko kubhalwe emthethweni, njengendlela yokuzalisekisa oko kubhalwe kwiTora. . . . Ukuphakamisa kukaYesu umyalelo wothando ontlu-mbini (Mat. 22:34-40) njengendlela eyamkelekileyo yokucacisa oko kubhalwe apho nokuchasa kwakhe izithethe ezingqongqo ezingabhalwanga. . . kwakhokelela ekubeni kubekho ukungqubana phakathi kwakhe nenkqubo yabaFarisi yokucacisa imibandela ephathelele unqulo.”—The New International Dictionary of New Testament Theology.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share