Footnote
c La mazwi okugqibela, akwiZenzo 20:35, acatshulwe ngumpostile uPawulos kuphela, nangona umongo wawo ufumaneka kwiincwadi zeVangeli. Kusenokwenzeka ukuba uPawulos wawaxelelwa (mhlawumbi ngomnye umfundi owaweva kuYesu okanye kuYesu owayevusiwe) okanye wawatyhilelwa nguThixo.—IZenzo 22:6-15; 1 Korinte 15:6, 8.