Footnote
a Akunakwenzeka ukuba ngenkulungwane yokuqala iYerusalem yayinabemi abangaphezu kwama-120 000. UEusebius xa ebala uthi ngabemi abangama-300 000 abasuka kwiphondo lakwaYuda besiya eYerusalem kwiPasika yowama-70 C.E. Kusenokwenzeka ukuba abanye abantu abafayo babesuka kwezinye iindawo zobo bukhosi.