Footnote
b Ngenxa yokoyisa amazwe amakhulu nokuphinda abuyisele umhlaba wakhe wangaphambili kunye nomrhumo asenokuba wawufumana, kubonakala ukuba uYerobhoham II wabuzuzela ubutyebi obuninzi ubukumkani basentla.—2 Samuweli 8:6; 2 Kumkani 14:23-28; 2 Kronike 8:3, 4; Amosi 6:2.