Footnote
c La macebiso asibhozo ngala: (1) Musa ukutatazela; (2) cinga kakuhle; (3) zimisele ukwamkela iintlobo ezintsha zomsebenzi; (4) phila ngokwamandla akho—kungekhona awomnye umntu; (5) kulumkele ukuthenga ngetyala; (6) gcina intsapho yakho imanyene; (7) londoloza ukuzixabisa kwakho; nelithi (8) yenza uqingqo-mali.