Footnote
c IEncyclopaedia Judaica ichaza imithetho “entsonkothileyo neneenkcukacha” ngendlela yokwenza inyama ukuba “ingabi yonqambi.” Ichaza inani lemizuzu inyama efanele ihlale ngalo emanzini, indlela yokuyomisa kwiplanga lenyama, ubunjani betyuwa efanele igalelwe kuyo, nenani lezihlandlo efanele ihlanjwe ngazo kumanzi abandayo.