Footnote
a Bona inqaku elithi “Imibuzo Evela Kubafundi” kwiMboniselo kaJuni 1, 1979, nekaOktobha 1, 1994. Iinkampani zamayeza ziye zavelisa amayeza angeyonxalenye yegazi kodwa asenokusetyenziswa endaweni yeencindi zegazi ebezisetyenziswa ngaphambili.