Footnote
a Ngokutsho kwe-Encyclopaedia Judaica, abalimi bamaSirayeli babekhetha imidiliya evelisa iidiliya ezibomvu-bumnyama ezibizwa ngokuba yisorek, uhlobo lwemidiliya ekusenokwenzeka ukuba kuthethwa ngalo kuIsaya 5:2. Xa usenza iwayini ngezi diliya wawufumana iwayini ebomvu enencasa.