Footnote
a Maxa wambi esi sibhalo sidla ngokuguqulelwa ngendlela ebonisa ukuba kukufa kukamama wosana kuphela okufanelwe sisigwebo sokufa. Noko ke, umbhalo wantlandlolo wesiHebhere ubonisa ukuba umthetho wawubhekisela kwingozi eyayinokubulala umama okanye usana olungekazalwa.