Footnote
a UYesu wayedla ngokubhekisele kuye “njengoNyana womntu.” (Mateyu 8:20) Eli binzana alibonisi nje ukuba wayengumntu wokwenene kodwa likwabonisa ukuba “wayengunyana womntu” ekubhekiselwa kuye eBhayibhileni.—Daniyeli 7:13, 14.