Footnote
b Oomama abaninzi badla ngokuxinezeleka kwiiveki ezimbalwa emva kokuba bebelekile. Abanye badla ngokuhlaselwa sisigulo esibizwa ngokuba Kukudandatheka Kwasemva kokubeleka. Ukuze ufumane ingcombolo ngesi sigulo, funda amanqaku athi: “Ndakwazi Ukumelana Nokudandatheka Kwasemva kokubeleka,” kuVukani! Ka-Agasti 8, 2002, nowesiNgesi kaJuni 8, 2003, othi “Understanding Postpartum Depression,” bapapashwe ngamaNgqina kaYehova. La manqaku anokufundwa kwi-internet www.watchtower.org.