Footnote
a Ekuqaleni, uAbraham wayebizwa ngokuba nguAbram yena uSara ebizwa ngokuba nguSarayi. Kamva, uThixo walitshintsha igama lika-Abram languAbraham, elithetha “uYise weziHlwele,” nelikaSarayi latshintshwa labanguSara, elithetha “iNkosazana.” (Genesis 17:5, 15) Kodwa, kula manqaku siza kusebenzisa uAbraham noSara.