Footnote
a Kwiinkulungwane ngaphambili, ngowe-997 Ngaphambi Kwexesha Eliqhelekileyo, ubukumkani bamaSirayeli bahlukana phakathi baba zizizwe ezibini. Esisemazantsi sasibubukhosi bakwaYuda obunezizwe ezibini. Baza bona ubukhosi obusemantla elizwe babunjwa zizizwe ezilishumi zakwaSirayeli, ezikwabizwa ngokuba nguEfrayim, ngenxa yokuba wayesesona sizwe sibalaseleyo.