Footnote
c IBhayibhile ibonisa ukuba ummangaliso wokuqala kaYesu wawenza emva kokuba ebhaptiziwe. (Yohane 2:1-11) Ukuze ufunde okungakumbi ngeengxelo yencwadi zevangeli ezingaphefumlelwanga, funda inqaku elithi “Iincwadi ZeVangeli Ezingaphefumlelwanga—Ngaba Ikho Enye Inyaniso Efihlakeleyo NgoYesu?” kwiphepha 18.