IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

c Ibinzana elithi ‘buya kuphelisa zonke ezi zikumkani’ kuDaniyeli 2:44 libhekisela kwizikumkani, okanye amagunya ehlabathi, afanekiselwa ziinxalenye zalo mfanekiso. Noko ke, isiprofeto seBhayibhile esifana nesi, sibonisa ukuba ‘ookumkani bomhlaba omiweyo uphela’ baza kulwa noYehova ‘ngemini enkulu kaThixo uSomandla.’ (ISityhi. 16:14; 19:19-21) Kungeso sizathu ziza kutshatyalaliswa zonke izikumkani ezikulo mfanekiso eArmagedon, kungekuphela nje ezo zimelwa ngulo mfanekiso.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share