Footnote
d Inyathelo lokugqibela lokutyunyuzwa kwentloko yenyoka lenzeka ekupheleni kweminyaka eliwaka xa uSathana needemon zakhe bephoswa “edikeni lomlilo nesalfure.”—ISityhi. 20:7-10; Mat. 25:41.