Footnote
a Amanqaku aza kufumaneka kwi-Intanethi aquka elithi: “Inqaku Lolutsha,” elichaza indlela yokufundisa abantwana iBhayibhile, kunye nelithi “Oko Ndikufunde EBhayibhileni,” elenzelwe ukunceda abazali bafundise abantwana babo abaneminyaka emithathu nangaphantsi.