Footnote
b Isiqendu 3: [2] Ekubeni abapostile bakaYesu baye bafa baza abathanjiswa abaseleyo emhlabeni bafanekiselwa, kungekhona ngamakhoboka, kodwa yingqolowa, la makhoboka afanekisela iingelosi. Kamva kulo mzekeliso, abo baqokelela ukhula bachazwa ngokuba ziingelosi.—Mat. 13:39.