Footnote
f Isiqendu 16: [6] UDaniyeli 12:3 uthi “abo ke banengqiqo [amaKristu athanjisiweyo] baya kukhanya njengokuqaqamba kwesibhakabhaka.” Ngoxa eselapha emhlabeni, akhanya ngokuba nenxaxheba kumsebenzi wokushumayela. Kodwa incwadi kaMateyu 13:43 yalatha kwixesha apho eya kuqaqamba eBukumkanini bamazulu. Ngaphambili sasicinga ukuba zozibini ezi zibhalo zibhekisela kumsebenzi ofanayo—lowo wokushumayela.