Footnote
a Okubuhlungu kukuba, nangona igama likaThixo lixhaphakile kwiZibhalo zesiHebhere ezibizwa ngokuba yiTestamente Endala ngabaninzi, ezinye iinguqulelo zeBhayibhile azilifaki. Kunoko, zifakela endaweni yalo izibizo ezifana nesithi “Nkosi” okanye “Thixo.” Ukuze wazi ngakumbi ngalo mbandela, funda iphepha 195-197 lencwadi ethi Yintoni Ngokwenene Efundiswa YiBhayibhile?, epapashwe ngamaNgqina kaYehova.