Footnote a Kwisifungo sakhe, uHana wathembisa ukuba umntwana wakhe wayeza kuba ngumNaziri, nto leyo ethetha ukuba wayeza kwahlulwa, anikelwe kwaye agcinelwe inkonzo kaYehova engcwele.—Num. 6:2, 5, 8.