IWatchtower LAYBRARI EKWI-INTANETHI
IWatchtower
LAYIBRARI EKWI-INTANETHI
IsiXhosa
  • IBHAYIBHILE
  • IINCWADI
  • MEETINGS

Footnote

b Ukuthumela imiyalezo ethetha phandle ngesondo, neefoto okanye iividiyo ngefowuni kusenokufuna ikomiti egwebayo, kuxhomekeka kwiinkcukacha zoko kwenzekileyo. Ngamany’ amaxesha, abantwana abenza le nto baye babekwa ityala lokuxhaphaza abanye abantwana ngokwesondo. Ukuze ufumane enye inkcazelo ngale nto, yiya kwiwebhsayithi u-jw.org/xh, ufunde inqaku elithi “Ulutsha Luyabuza​—Yintoni Endimele Ndiyazi Ngokuthumelelana Imiyalezo Ngefowuni?” (Jonga indawo ethi IZINTO EZIFUNDISWA YIBHAYIBHILE > ABAFIKISAYO.) Okanye funda inqaku elithi “Ukuthetha Nomntwana Wakho Ngamanyala Athunyelwa Ngefowuni” kuVukani! kaNovemba 2013, iphe. 4-5.

Iimpapasho ZesiXhosa (1986-2025)
Log Out
Log In
  • IsiXhosa
  • Share
  • Zikhethele
  • Copyright © 2025 Watch Tower Bible and Tract Society of Pennsylvania
  • Imiqathango
  • Umthetho Wezinto Eziyimfihlo
  • Privacy Settings
  • JW.ORG
  • Log In
Share