Footnote
a Umxholo wonyaka ka-2019 usinika izizathu ezithathu zokuba sihlale sizolile nokuba kwenzeka izinto ezimbi emhlabeni okanye kubomi bethu. Kweli nqaku kuza kuthethwa ngezo zizathu ibe liza kusinceda singabi naxhala kakhulu size sizimisele ngakumbi ukumthemba uYehova. Khawukhe ucinge ngomxholo wonyaka, uze uwunkqaye ukuba uyakwazi. Uza kukunceda ube namandla okumelana neengxaki oseza kuba nazo.